Andile KaMajola – Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) Lyrics

Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) Lyrics Sung by Andile KaMajola

(Sung in Xhosa – A Hymn)

Ndiyakuthi ndakudinwa (When I am weary)

Akuphel’ amandl’ omzimba (When strength leaves my body)

(Repeat)

Ndiphakamis’izandla (I lift my hands to You)

Ndiwacele kuw’amandla (And ask You to give me strength)

Yesu Langa lomphefumlo (Jesus, the Light of our soul)

Akumnyama xa ukhoyo (There is no darkness in Your presence)

(Repeat)


Download now (quick server)

Makungabikho’ nay’ into (There is nothing)

Enendohlula nawe (That can separates us from You)

Thixo akunangqaleko (God You have no beginning)

Thixo akunangqibeko (God You have no end)

(Repeat)

Ukho endaweni zonke (You are present at all places)

Ukho ngama xesha onke (You are present at all times)

(Repeat)

Andile KaMajola – Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) mp3,Andile KaMajola – Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) video,Andile KaMajola – Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) album, remix free audio music download,Andile KaMajola – Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary) english translation Andile KaMajola – Ndiyakuthi Ndakudinwa (When I am Weary)

Check:  Joyner Lucas – Revenge Lyrics
About prayertitus 10561 Articles
Great Thinkers will rule the world, I am an Internet freak, Gospel Lover, I Love Music. You can connect with me On Instergram Prayertitus

Be the first to comment

Leave a Reply

Your email address will not be published.


*